click

Date: 6/26/2009

Wena!!

Hey wena ndithetha nawe,uyabhlenka kodwa uyabhrowa xa uvasa.Uyaloba but ur not a fisher,ur girlfriend is cute&uyandifisha.Uyadika kwaye uyabhora,so do the world a favour...ifa ubenopokra.U will probably suck@it,that Usathana uzakugxotha.I'm going 2 ur house&uMama no Sister wakho ndizobaphotha.Kuyabanda ngoku yiyo lonto ikuku yetsheri yakho ndizayotha&oh my it's so warm.Ewe ndiyazi ukuba njengo Ntsiki Mazwai ndiwrongo but u can't blame me coz ndidyongo.I bet my words will leave a bad taste in ur mouth njenge Nyongo.I'm trying 2 change,that's why ndisiya eNkonzweni njengo Bhonyongo.I'm just playing bantu,Another Mayedwa creation...i'm out!!


Comments (5)
Blogs
Main