Date: 7/10/2009
Ndim lo!
Rha sis kuyanuka apha,oh ndim lo ndinyile.Ngumntana kabani lo hyu hayi usile.NguMayedwa ke lona&akuzondenza nto,nokuba unojima ude ubile.I 'm a giver@heart kodwa kwasoloko nindityhola nisithi nguye lowa uthathe amaphupho wethu,ewe uwabile.I have changed now,so call me mr Man,call me mnumzana ngoba mna&ur favourite gal sizoqala owethu umzana,in no time at all sizoba nolwethu usana.Igila lakho uzolityanda trying 2 seperate us kodwa mna naye sizohlala sityana,i'm her king¥a yinkosazana.I'm not attractive...as a matter of fact ndibhityile kodwa abantwana belokishi,atleast sum of them ndandibatyile ngokuya ndandibatyiwe.I'm just playing people,zonke ezizinto aziyonyani,bubuxoki...I swear&leyo yinyani.Another Mayedwa creation,i'm out!!
Comments (3)
Blogs
Main